{"product_id":"2940154557785","title":"Owu! Hayi Ukuzenza","description":"\u003cp\u003eOwu! Hayi Ukuzenza yincwadi esichazela ngendoda engafuniyo ukukhula. Yindoda esoloko isiva ngonina yonke into. Ithi indoda isiya kusebenza emazweni, kanti izakushiya umama wayo enukuneza umtshakazana lo ngaso sonke isithuko esikhoyo phantsi komthunzi welanga. Ide imthuke ngokuba ligqolo. Athi akuba esiva oluxinezelelo umtshakazana lo axolele nantoni ukuba makavuyise abantu bomzi wakhe. Uthi akukruquka umakoti aqonde ukuba ubomi bakhe abuphelelanga ekwendeni makahambe ayokuphucula ubomi bakhe kunye nomntwana wakhe. Ithi indoda isothuka izinto ziyihambela kakubi ifune ukubuyela emfazini. Yamangaliswa yinto yokuba ihleli nje izinto azifani ngokohlobo ebicingela ukuba zingalo.\u003c\/p\u003e","brand":"Via Afrika","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":47111623606512,"sku":"2940154557785","price":3.33,"currency_code":"USD","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/0737\/7593\/9824\/files\/2940154557785_p0.jpg?v=1764071039","url":"https:\/\/shop-qa.barnesandnoble.com\/products\/2940154557785","provider":"Barnes \u0026 Noble (DEV)","version":"1.0","type":"link"}