Skip to product information
1 of 1

Via Afrika

Vukani!

Vukani!

Regular price $3.39 USD
Regular price Sale price $3.39 USD
Sale Sold out
Shipping calculated at checkout.
Quantity

U-Vukani! Wehla eNY 200, isitrato esiseGuguletu, minyakana nje emva kokuphela kocalulo eMzantsi Afrika. KwiNdima 1, sibona ikhaya lakwaLonzi, iyadi nocingo olwahlula lo mzi nokaKoyana. Sibona ikhitshi, igumbi lokuhlala neengcango ezikhokhelela kumagumbi amathathu okulala. Yindlu ebonakalayo ukuba kuhlalwa kuyo le, iyasetyenziswa, kodwa icocekile. Likhaya lifana namanye abantu abanje ngaba - abangalambiyo noxa bengezizo izinhanha apha ezilokishini. KWINDIMA 2 - UMBONISO 3, sikwindawo eyahlukileyo, kwalaph' eNY 200; ize ekugqibeleni, KWINDIMA 2 le, sibe seCommunity Centre, iholo elikhulu elixwebileyo nelisetyenziselwa iziyunguma neziganeko ezithile ngabahlali.

View full details