1
/
of
1
Via Afrika
Owu! Hayi Ukuzenza
Owu! Hayi Ukuzenza
Regular price
$3.33 USD
Regular price
Sale price
$3.33 USD
Shipping calculated at checkout.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Owu! Hayi Ukuzenza yincwadi esichazela ngendoda engafuniyo ukukhula. Yindoda esoloko isiva ngonina yonke into. Ithi indoda isiya kusebenza emazweni, kanti izakushiya umama wayo enukuneza umtshakazana lo ngaso sonke isithuko esikhoyo phantsi komthunzi welanga. Ide imthuke ngokuba ligqolo. Athi akuba esiva oluxinezelelo umtshakazana lo axolele nantoni ukuba makavuyise abantu bomzi wakhe. Uthi akukruquka umakoti aqonde ukuba ubomi bakhe abuphelelanga ekwendeni makahambe ayokuphucula ubomi bakhe kunye nomntwana wakhe. Ithi indoda isothuka izinto ziyihambela kakubi ifune ukubuyela emfazini. Yamangaliswa yinto yokuba ihleli nje izinto azifani ngokohlobo ebicingela ukuba zingalo.
Share
